Ubomi Sisilonda: Ingqokelela Yemibongo

dc.contributor.advisorKunju, Hleze
dc.contributor.advisorBuzani, Mangaliso
dc.contributor.authorManxiwa, Mzuvukile
dc.date.accessioned2026-03-04T08:28:49Z
dc.date.issued29/10/2021
dc.description.abstractLe thisisi igxila kwiintlobo ngeentlobo zokubhala imibongo. Iqamele kakhulu kwilinge lokubhodla isingqala isebenzisa isandi sengoma yesiNtu komameleyo, oko kukuthi isondele kwi-lyric poetry ngolwasemzini. Oku kufezwe ngokusebenzisa isingqisho, imfano-zandi, imvano-siqalo nemvano-siphelo, njalo njalo. Iinjongo zale thisisi kukongeza kuncwadi lwesiXhosa nakwinkcubeko yesiNtu, nokuhlab' ikhwelo elikhuthaza uluntu ukuba lubuyele kwinkcubeko yesiNtu, ukuhlonipha imo-ntlalo yabo nokuxabisa abantu ababhinqileyo. Umbali ophum' izandla kuncwadi lwesiXhosa, uNompumezo Buzani, umsebenzi wakhe ngakumbi kwenye yeencwadi zakhe ethi Imida, ube nefuthe elikhulu kulo msebenzi, ngakumbi indlela athe walusebenzisa ngayo ulwimi; ngesimbo seli xesha ukudlulisa umyalezo ngolwimi oluqhelekileyo, lungafihlakali kodwa lube namandla okudlwengula umxhelo kulowo ufundayo. Ndeyame nakwincwadi kaNgcwabe, uKhala Zome; undikhumbuzile ngemibongo yakhe eyayame kakhulu kwimo yentlalo yamandulo, kunye nemibongo kaMafika Gwala kuJolinkomo, efana nale: The Children of Nonti kunye noThe Shebeen Queen.
dc.description.degreeMaster's thesis
dc.description.degreeMA
dc.format.extent112 pages
dc.format.mimetypeapplication/pdf
dc.identifier.otherhttp://hdl.handle.net/10962/192265
dc.identifier.urihttps://researchrepository.ru.ac.za/handle/123456789/5958
dc.languageXhosa
dc.publisherRhodes University, Faculty of Humanities, School of Languages and Literatures
dc.rightsManxiwa, Mzuvukile
dc.subjectXhosa poetry 21st century
dc.subjectXhosa poetry History and criticism
dc.subjectBuzani, Nompumezo Criticism and interpretation
dc.subjectGwala, Mafika Pascal, 1946-2014 Criticism and interpretation
dc.subjectXhosa language Rhythm
dc.subjectXhosa language Rhyme
dc.subjectCreative writing (Higher education) -- South Africa
dc.titleUbomi Sisilonda: Ingqokelela Yemibongo
dc.title.alternativeIsilonda Sibhidlile: Ingqokelela Yemibongo
dc.typeAcademic thesis

Files

Original bundle

Now showing 1 - 1 of 1
Loading...
Thumbnail Image
Name:
Ubomi_Sisilonda__Ingqokelela_Yemibongo_Isilonda_Si_vital_45210.pdf
Size:
900.02 KB
Format:
Adobe Portable Document Format