Ndiyazi ukuba ndiza kufa njani : ingqokelela yemibongo

dc.contributor.advisorKunju, Hleze
dc.contributor.advisorMbungwana, Mthunzikazi
dc.contributor.authorMdliva, Mqhubi Given
dc.date.accessioned2026-03-04T13:48:44Z
dc.date.issued21-Apr
dc.description.abstractLe mibongo inyathela kwizinto ezitsarhayo; ukufa, ukukhula kweziganeko ezingobundlobongela obuphathelele kwezesondo nesini, kubulawa abantwana namanina ngamadoda norhwaphilizo olugqugqisayo. Lo msebenzi uphonononga ukwavavanya ukusetyenziswa kweempawu zokubhala kungalandelwa miqathango yokubhala koko kusetyenziswa ezi mpawu njengezixhobo zokuphuhlisa iimvakalelo zembongi. Ezi mpawu ziquka iidesh, iikholoni, iisemikholoni ukuqelelaniswa kwamagama kukwashiywa nezikhewu phakathi kwamagama kukhokelwa ngumoya wemibongo. Oku kubangele ukuba le mibongo ibe nezakhiwo ezahlukileyo nezingaqhelekanga kubhalo lwesiXhosa. Oko kukuthi, lo msebenzi utyebisa uncwadi lwesiXhosa ngokukwandisa kule ndlela ingaqhelekanga yokubhala. Umsebenzi kaSt E.P. Yako ube nefuthe kakhulu kulo msebenzi, ngakumbi indlela alusebenzise ngayo ulwimi oluteketeke zizafobe nemifanekiso ukubhala imibongo njengoko enzile kumbongo othi, Izibongo zikaMhlekazi uArchie Sandile. Kumbhali uMarina Tsvetaete kubolekwe indlela ayisebenzise ngayo imifanekiso kumbongo osihloko sithi, Poems for Block kuba udubula ngegama uthi thaa umfanekiso kwingqondo yomfundi. Isimbo sokuyila isakhiwo sombongo sikaSimphiwe Nolutshungu naso sibe nefuthe kule mibongo, kwaye le thisisi yandisa apho lo kaNolutshungu aphele khona ngakumbi kwindlela asebenzise ngayo iimpawu zokubhala.
dc.description.degreeMaster's thesis
dc.description.degreeMA
dc.format.extent155 pages
dc.format.mimetypeapplication/pdf
dc.identifier.otherhttp://hdl.handle.net/10962/178295
dc.identifier.urihttps://researchrepository.ru.ac.za/handle/123456789/6744
dc.languageXhosa
dc.publisherRhodes University, Faculty of Humanities, School of Languages and Literatures
dc.rightsMdliva, Mqhubi Given
dc.subjectCreative writing (Higher education) -- South Africa
dc.subjectXhosa poetry -- 21st century
dc.subjectXhosa poetry -- History and criticism
dc.subjectDiaries -- Authorship
dc.subjectXhosa fiction -- 21st century
dc.titleNdiyazi ukuba ndiza kufa njani : ingqokelela yemibongo
dc.typeAcademic thesis

Files

Original bundle

Now showing 1 - 1 of 1
Loading...
Thumbnail Image
Name:
Ndiyazi_ukuba_ndiza_kufa_njani___ingqokelela_yemib_vital_42928.pdf
Size:
1.11 MB
Format:
Adobe Portable Document Format