Ukubamba Umphefumlo Kukuphila: Ingqokelela Yamabali Amafutshane

Loading...
Thumbnail Image

Journal Title

Journal ISSN

Volume Title

Publisher

Rhodes University, Faculty of Humanities, School of Languages and Literatures

Abstract

Le thisisi inamabali amafutshane angabantu abathandana besisini esinye. Uncwadi lwesiXhosa luvame ukulufihla uthando oluphakathi kwabo bathandana besisini sinye. Isikrweqe endisisebenzisileyo kule thisisi kukunonga isimbo sokubhala ndibalisa ngomntu wokuqala ngokungathi ndibhala imbali yobomi okanye amavo. UJordan (1940) kwiNgqumbo Yeminyanya undifundise ukubumba abalinganiswa abakhaliphileyo, nabakrelekrele ngokufanayo ukuze izinto eziza kwenzeka zingalindeleki. UYuknavitch (2017) kwincwadi yembali yakhe ethi The Chronology of Water undifundise esi simbo sokushicilela izimbo zomntu ophilayo phantsi komthamo omnye. Ibali elifutshane likaProulx (1997) elithi Brokeback Mountain nalo libe nefuthe kakhulu kule thisisi kuba lidandalazisa elubala intlalo yabantu abathandana besisini esinye kwiindawo zasemaphandleni.

Description

Citation

Endorsement

Review

Supplemented By

Referenced By