Ukubamba Umphefumlo Kukuphila: Ingqokelela Yamabali Amafutshane

dc.contributor.advisorKunju, Hleze
dc.contributor.authorZono, Cebisa
dc.date.accessioned2026-03-04T08:28:49Z
dc.date.issued29/10/2021
dc.description.abstractLe thisisi inamabali amafutshane angabantu abathandana besisini esinye. Uncwadi lwesiXhosa luvame ukulufihla uthando oluphakathi kwabo bathandana besisini sinye. Isikrweqe endisisebenzisileyo kule thisisi kukunonga isimbo sokubhala ndibalisa ngomntu wokuqala ngokungathi ndibhala imbali yobomi okanye amavo. UJordan (1940) kwiNgqumbo Yeminyanya undifundise ukubumba abalinganiswa abakhaliphileyo, nabakrelekrele ngokufanayo ukuze izinto eziza kwenzeka zingalindeleki. UYuknavitch (2017) kwincwadi yembali yakhe ethi The Chronology of Water undifundise esi simbo sokushicilela izimbo zomntu ophilayo phantsi komthamo omnye. Ibali elifutshane likaProulx (1997) elithi Brokeback Mountain nalo libe nefuthe kakhulu kule thisisi kuba lidandalazisa elubala intlalo yabantu abathandana besisini esinye kwiindawo zasemaphandleni.
dc.description.degreeMaster's thesis
dc.description.degreeMA
dc.format.extent167 pages
dc.format.mimetypeapplication/pdf
dc.identifier.otherhttp://hdl.handle.net/10962/192375
dc.identifier.urihttps://researchrepository.ru.ac.za/handle/123456789/5961
dc.languageXhosa
dc.publisherRhodes University, Faculty of Humanities, School of Languages and Literatures
dc.rightsZono, Cebisa
dc.subjectCreative writing (Higher education) -- South Africa
dc.subjectXhosa fiction 21st century
dc.subjectShort stories, Xhosa 21st century
dc.subjectHomosexuality in literature
dc.subjectDiaries -- Authorship
dc.subjectXhosa fiction History and criticism
dc.subjectAmerican fiction History and criticism
dc.subjectBrazilian poetry History and criticism
dc.titleUkubamba Umphefumlo Kukuphila: Ingqokelela Yamabali Amafutshane
dc.typeAcademic thesis

Files

Original bundle

Now showing 1 - 1 of 1
Loading...
Thumbnail Image
Name:
Ukubamba_Umphefumlo_Kukuphila__Ingqokelela_Yamabal_vital_45220.pdf
Size:
1.55 MB
Format:
Adobe Portable Document Format