Ingqumbo yomthondo kukuzika kohlanga

dc.contributor.advisorKunju, Hleze
dc.contributor.authorMtirara, Zodwa
dc.date.accessioned2026-03-04T13:48:44Z
dc.date.issued2020
dc.description.abstractLe yingqokelela yemibongo ebhentsisa ukutyeshelwa kobuntu nobuchule bamanina yinkolo yobuKrestu, kunye nenkolo yemveli okanye inkolo yesiNtu. Ikwenza oku ngokwaphula imithetho nemigaqo siseko yenkolo yobuKrestu nesiNtu sakwaXhosa malunga nokufanelekileyo ukuba owasetyhini akuthethe okanye akwenze. Ikwabhentsisa nokuhlukunyezwa kwabasetyhini, ibuza nemibuzo ngesimo esizifumana sikuso mva-nje. Ichukunyiswe bubomi bam kanye nobamanye amanina endiphila nawo ekuhlaleni. Ikubhentsisa ke oku ngokungenalusini njengoko imbongi uLesego Rampolokeng esenza. Izeka mzekweni ezibhalweni zooNtozakhe Shange, Diane Di Prima, Lidia Yuknavitch, noWame Molefhe. Iphikisa indlela ekubhalwe ngayo ngamanina ngooMema nooJolobe, isenza oko uNontsizi Mgqwetho angazange ade afikelele ukukwenza njengombhali wasetyhini.
dc.description.degreeMaster's thesis
dc.description.degreeMA
dc.format.extent87, 89 pages
dc.format.mimetypeapplication/pdf
dc.identifier.otherhttp://hdl.handle.net/10962/154095
dc.identifier.urihttps://researchrepository.ru.ac.za/handle/123456789/6740
dc.languageXhosa
dc.languageEnglish
dc.publisherRhodes University, Faculty of Humanities, School of Languages and Literatures
dc.rightsMtirara, Zodwa
dc.subjectWomen and literature
dc.subjectFeminism and literature
dc.subjectGender identity in literature
dc.subjectMasculinity in literature
dc.subjectSex role in literature
dc.subjectXhosa poetry
dc.subjectSouth African poetry (English)
dc.subjectSex discrimination against women
dc.titleIngqumbo yomthondo kukuzika kohlanga
dc.typeAcademic thesis

Files

Original bundle

Now showing 1 - 1 of 1
Loading...
Thumbnail Image
Name:
Ingqumbo_yomthondo_kukuzika_kohlanga_vital_39562.pdf
Size:
2.17 MB
Format:
Adobe Portable Document Format